inkolokantu.co.za
Open in
urlscan Pro
129.232.249.34
Public Scan
Submitted URL: http://inkolokantu.co.za/
Effective URL: https://inkolokantu.co.za/
Submission: On August 23 via api from US — Scanned from DE
Effective URL: https://inkolokantu.co.za/
Submission: On August 23 via api from US — Scanned from DE
Form analysis
0 forms found in the DOMText Content
(083) 452-7034 info@inkolokantu.co.za Menu * Home * Inkolo Kantu * Imifanekiso * Isigama SeNkolo * Umngcwabo Wenkolo Kantu * Umgaqo Wenkolo Kantu * Uxwebu Lokuzibandakanya * Talk Show * Inombolo INKOLO KANTU AMATSHA-NTLIZIYO OKHOLELWA WAMKELEKILE KUBAPHEMBELELI BENKOLO KANTU UKUSUNGULWA: akube eqaphele ukuba inkolo yesiNtu isengelwa phantsi ngabasemagunyeni nazezinye iinkolo, amatsha-ntliziyo ale nkolo asungula imibutho enjongo ikukuzabalazela ubunganga bale nkolo. Phakathi kwalo mibutho yaba yiNkolo ka Ntu Traditional Organisation (T.O.) neyayikhokhelwa ngubaw’uTsolwana, umQwathi. Ngo 2007 emva kokucelwa ngubaw’ uDimbaza uNkala, iNkolo ka Ntu T.O. yaza kufaka imvuselelo kwabaw’uNkala eZwelitsha. Kangangomdla owabakho eluntwini ekupheleni kwalo mvuselelo kwamiselwa isigqeba sethutyana esasizakuququzelela ukumiselwa kwesebe. uNkala waya wabekwa njengosihlalo waso, ngelo xesha iindibano zazingenela apho kwabaw’uNkala. Ingcaciso back to top ABANTWANA umbutho ukwiphulo lokuqulunqa inkqubo yokubandakanya/ ukufundisa abantwana abancinci. Lo gama ungekaqali, amakhaya ayakhuthazwa ukuba abe efundisa abantwana ukuzithutha neminombo yamakhaya abo. Iintsomi zingasetyenziswa ukufundisa ngezinto ezilungileyo nezingalunganga. Copyright © 2024 All Rights Reserved Website Design Services Designed by SmartAddons.Com